IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Ezra 9:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ndahlabela mgama ndathi:+ “Owu Thixo wam, ndiziva ndineentloni+ ukuphakamisela ubuso bam kuwe, Thixo wam, kuba iziphoso zethu+ zandile phezu kwentloko yethu nokuba netyala kwethu kuye kwaba kukhulu kwafikelela nasemazulwini.+

  • Yeremiya 2:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 “Njengokuhlazeka kwesela xa lifunyenwe, ngokunjalo abo bendlu kaSirayeli bazive behlazekile,+ bona, ookumkani babo, iinkosana zabo nababingeleli babo nabaprofeti babo.+

  • Daniyeli 9:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Wena, Yehova, unobulungisa, kodwa thina sigutyungelwe lihlazo ngayo le mini,+ thina namadoda akwaYuda, nabemi baseYerusalem, nabo bonke abakwaSirayeli, abo bakufuphi nabo bakude kuwo onke amazwe obasasazele kuwo ngenxa yokungathembeki kwabo abenze ngako nxamnye nawe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share