2 Kumkani 25:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Bandula ke bambamba ukumkani+ baza bamnyusa bamsa kukumkani waseBhabhiloni eRibhela,+ ukuze bavakalise isigwebo sakhe. Yeremiya 39:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ukumkani waseBhabhiloni wababulala ngogonyamelo+ oonyana bakaZedekiya eRibhela phambi kwamehlo akhe,+ nazo zonke izidwangube zakwaYuda ukumkani waseBhabhiloni wazibulala ngogonyamelo.+ Yeremiya 52:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Yaye ukumkani waseBhabhiloni wababulala ngogonyamelo oonyana bakaZedekiya phambi kwamehlo akhe,+ neenkosana zonke zakwaYuda wazibulala ngogonyamelo eRibhela.+ IZililo 4:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Yona kanye impefumlo yamathatha ethu,+ lowo uthanjisiweyo kaYehova,+ ithinjiwe kumhadi wabo omkhulu,+Lowo sithe ngaye: “Siya kuphila emthunzini wakhe+ phakathi kweentlanga.”+
6 Bandula ke bambamba ukumkani+ baza bamnyusa bamsa kukumkani waseBhabhiloni eRibhela,+ ukuze bavakalise isigwebo sakhe.
6 Ukumkani waseBhabhiloni wababulala ngogonyamelo+ oonyana bakaZedekiya eRibhela phambi kwamehlo akhe,+ nazo zonke izidwangube zakwaYuda ukumkani waseBhabhiloni wazibulala ngogonyamelo.+
10 Yaye ukumkani waseBhabhiloni wababulala ngogonyamelo oonyana bakaZedekiya phambi kwamehlo akhe,+ neenkosana zonke zakwaYuda wazibulala ngogonyamelo eRibhela.+
20 Yona kanye impefumlo yamathatha ethu,+ lowo uthanjisiweyo kaYehova,+ ithinjiwe kumhadi wabo omkhulu,+Lowo sithe ngaye: “Siya kuphila emthunzini wakhe+ phakathi kweentlanga.”+