Duteronomi 30:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 ngokuthi umthande uYehova uThixo wakho,+ uliphulaphule ilizwi lakhe, unamathele kuye;+ ngokuba ububomi bakho nokolulwa kwemihla yakho,+ ukuze uhlale emhlabeni lowo uYehova awafunga kookhokho bakho uAbraham, uIsake noYakobi ukuba wobanika wona.”+ Yoshuwa 14:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Oku koko oonyana bakaSirayeli bakuthabatha njengelifa kwilizwe laseKanan,+ oko uEleyazare umbingeleli noYoshuwa unyana kaNun neentloko zooyise bezizwe zoonyana bakaSirayeli zabanika kona njelifa.+ Yeremiya 7:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 nam, ke, ngokuqinisekileyo ndiya kunigcina nihlala kule ndawo, kwilizwe endalinika ooyihlo, ukususela kwixesha elingenammiselo ukusa kwixesha elingenammiselo.”’”+
20 ngokuthi umthande uYehova uThixo wakho,+ uliphulaphule ilizwi lakhe, unamathele kuye;+ ngokuba ububomi bakho nokolulwa kwemihla yakho,+ ukuze uhlale emhlabeni lowo uYehova awafunga kookhokho bakho uAbraham, uIsake noYakobi ukuba wobanika wona.”+
14 Oku koko oonyana bakaSirayeli bakuthabatha njengelifa kwilizwe laseKanan,+ oko uEleyazare umbingeleli noYoshuwa unyana kaNun neentloko zooyise bezizwe zoonyana bakaSirayeli zabanika kona njelifa.+
7 nam, ke, ngokuqinisekileyo ndiya kunigcina nihlala kule ndawo, kwilizwe endalinika ooyihlo, ukususela kwixesha elingenammiselo ukusa kwixesha elingenammiselo.”’”+