IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 28:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 “Ke kothi ukuba uthe akwaliphulaphula ilizwi likaYehova uThixo wakho ukuba ukunyamekele ukuyenza yonke imiyalelo yakhe nemimiselo yakhe endikuyalela yona namhlanje, zize phezu kwakho ezi ziqalekiso zonke zikufumane:+

  • Duteronomi 29:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Wavutha ke umsindo kaYehova kwelo lizwe, walizisela zonke iziqalekiso ezibhaliweyo kule ncwadi.+

  • Yoshuwa 23:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Kwaye kuya kuthi, kanye njengoko lonke ilizwi elilungileyo uYehova uThixo wenu alithethileyo kuni liye lafika kuni,+ ngoko uYehova uya kuzisa kuni lonke ilizwi elibi de anibhubhise kulo mhlaba ulungileyo uYehova uThixo wenu aninike wona,+

  • 2 Kumkani 23:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Kodwa uYehova wathi: “NoYuda+ ndiya kumshenxisa phambi kwam,+ kanye njengoko ndimshenxisile uSirayeli;+ yaye ngokuqinisekileyo ndiya kusigatya esi sixeko ndisinyulileyo, yona kanye iYerusalem, nendlu endithe ngayo, ‘Igama lam liya kuqhubeka lilapho.’”+

  • Yeremiya 15:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 “‘Kwaye ndiza kubamisela iintsapho ezine,’+ utsho uYehova, ‘ikrele lokubulala, nezinja ukuba zirhuqe, nezidalwa eziphaphazelayo zamazulu+ nezilo zomhlaba ukuba zidle nokuba zonakalise.

  • Mika 3:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ngoko ke ngenxa yenu iZiyon iya kulinywa njengentsimi nje, neYerusalem iya kuba yimfumba nje yamanxuwa,+ nentaba yendlu iya kuba njengeendawo eziphakamileyo zehlathi.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share