2 Kumkani 23:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 UYehoyakim+ wayeneminyaka engamashumi amabini anesihlanu ubudala ekuqaliseni kwakhe ukulawula, yaye walawula eYerusalem iminyaka elishumi elinanye.+ Igama likanina lalinguZebhida intombi kaPedaya waseRuma. Yeremiya 25:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Lilo eli ilizwi elafikayo kuYeremiya ngokuphathelele bonke abantu bakwaYuda ngonyaka wesine kaYehoyakim+ unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda, oko kukuthi, unyaka wokuqala kaNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni;
36 UYehoyakim+ wayeneminyaka engamashumi amabini anesihlanu ubudala ekuqaliseni kwakhe ukulawula, yaye walawula eYerusalem iminyaka elishumi elinanye.+ Igama likanina lalinguZebhida intombi kaPedaya waseRuma.
25 Lilo eli ilizwi elafikayo kuYeremiya ngokuphathelele bonke abantu bakwaYuda ngonyaka wesine kaYehoyakim+ unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda, oko kukuthi, unyaka wokuqala kaNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni;