2 Kumkani 22:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ngako oko uHilekiya umbingeleli noAhikam noAkebhore noShafan noAsaya baya kuHulida umprofetikazi+ umfazi kaShalum unyana kaTikiva unyana kaHarehasi, umgcini wezambatho,+ njengoko wayehlala eYerusalem kwisahlulo sesibini; baza bathetha naye.+ Yeremiya 26:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kodwa uKumkani uYehoyakim wathumela amadoda eYiputa, uElnatan unyana ka-Akebhore+ namanye amadoda kunye naye ukuya eYiputa.
14 Ngako oko uHilekiya umbingeleli noAhikam noAkebhore noShafan noAsaya baya kuHulida umprofetikazi+ umfazi kaShalum unyana kaTikiva unyana kaHarehasi, umgcini wezambatho,+ njengoko wayehlala eYerusalem kwisahlulo sesibini; baza bathetha naye.+
22 Kodwa uKumkani uYehoyakim wathumela amadoda eYiputa, uElnatan unyana ka-Akebhore+ namanye amadoda kunye naye ukuya eYiputa.