12 Wandula ke wehla waya endlwini yokumkani, kwigumbi lokudlela likanobhala, yaye, khangela! zazihleli apho zonke iinkosana, uElishama+ unobhala noDelaya+ unyana kaShemaya noElnatan+ unyana ka-Akebhore+ noGemariya+ unyana kaShafan+ noZedekiya unyana kaHananiya nazo zonke ezinye iinkosana.