Yeremiya 26:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kodwa uKumkani uYehoyakim wathumela amadoda eYiputa, uElnatan unyana ka-Akebhore+ namanye amadoda kunye naye ukuya eYiputa. Yeremiya 36:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 UElnatan+ noDelaya+ noGemariya+ bambongoza ukumkani ukuba angawutshisi umqulu, kodwa akabaphulaphula.+
22 Kodwa uKumkani uYehoyakim wathumela amadoda eYiputa, uElnatan unyana ka-Akebhore+ namanye amadoda kunye naye ukuya eYiputa.
25 UElnatan+ noDelaya+ noGemariya+ bambongoza ukumkani ukuba angawutshisi umqulu, kodwa akabaphulaphula.+