IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 17:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 “Mka apha, uye ngasempuma uzifihle+ kwintlambo yaseKeriti engakwimpuma yeYordan.

  • Yeremiya 1:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Yaye ngokuqinisekileyo baya kulwa nawe,+ kodwa abayi kukoyisa, kuba ‘ndinawe,+ ukuba ndikuhlangule,’”+ utsho uYehova.

  • 2 Petros 2:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 ngoko ke uYehova uyakwazi ukubahlangula esilingweni abantu abanozinikelo lobuthixo,+ kodwa abantu abangengomalungisa ubagcinele imini yomgwebo ukuze banqunyulwe,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share