Genesis 28:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Yabona, ndinawe yaye ndiya kukugcina kuyo yonke indlela oyihambayo ndize ndikubuyisele kulo mhlaba,+ kuba andiyi kukushiya de ndibe ndikwenzile ngenene oko ndikuthethileyo kuwe.”+ Eksodus 3:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Wathi kuye: “Ngokuba ndiya kuba nawe,+ yaye nanku umqondiso wokuba ndim okuthumeleyo:+ Wakuba ubakhuphile abantu eYiputa, niya kumkhonza uTHIXO oyinyaniso kule ntaba.”+ Yoshuwa 1:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Akukho bani uya kuma ngokuqinileyo phambi kwakho yonke imihla yobomi bakho.+ Kanye njengoko ndaba noMoses nawe ndiya kuba nawe.+ Andiyi kukulahla okanye ndikushiye ngokupheleleyo.+
15 Yabona, ndinawe yaye ndiya kukugcina kuyo yonke indlela oyihambayo ndize ndikubuyisele kulo mhlaba,+ kuba andiyi kukushiya de ndibe ndikwenzile ngenene oko ndikuthethileyo kuwe.”+
12 Wathi kuye: “Ngokuba ndiya kuba nawe,+ yaye nanku umqondiso wokuba ndim okuthumeleyo:+ Wakuba ubakhuphile abantu eYiputa, niya kumkhonza uTHIXO oyinyaniso kule ntaba.”+
5 Akukho bani uya kuma ngokuqinileyo phambi kwakho yonke imihla yobomi bakho.+ Kanye njengoko ndaba noMoses nawe ndiya kuba nawe.+ Andiyi kukulahla okanye ndikushiye ngokupheleleyo.+