17 “Ngoko ke utsho uYehova, uTHIXO wemikhosi, uTHIXO kaSirayeli, ukuthi, ‘Yabona, ndizisela uYuda nabemi bonke baseYerusalem yonke intlekele endithethileyo ngayo kubo,+ ngenxa yokuba ndithethile kubo kodwa abaphulaphulanga, ndaza ndabiza kubo kodwa abaphendulanga.’”+