Duteronomi 28:53 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 53 Wothi ke udle isiqhamo sesisu sakho, inyama yoonyana bakho neentombi zakho,+ akunikileyo uYehova uThixo wakho, ngenxa yengxinano nengcinezelo oluya kukurhangqa ngayo utshaba lwakho. 2 Kumkani 25:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngomhla wesithoba+ wenyanga yesine indlala+ yaba qatha esixekweni, yaye abantu belo lizwe abazange babe nasonka.+ Yeremiya 38:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “Owu nkosi yam kumkani, la madoda enze ububi kuko konke akwenzileyo kuYeremiya umprofeti, lowo amphose equleni, kangangokuba uya kufa+ apho akhoyo ngenxa yendlala.+ Kuba akusekho sonka esixekweni.”
53 Wothi ke udle isiqhamo sesisu sakho, inyama yoonyana bakho neentombi zakho,+ akunikileyo uYehova uThixo wakho, ngenxa yengxinano nengcinezelo oluya kukurhangqa ngayo utshaba lwakho.
3 Ngomhla wesithoba+ wenyanga yesine indlala+ yaba qatha esixekweni, yaye abantu belo lizwe abazange babe nasonka.+
9 “Owu nkosi yam kumkani, la madoda enze ububi kuko konke akwenzileyo kuYeremiya umprofeti, lowo amphose equleni, kangangokuba uya kufa+ apho akhoyo ngenxa yendlala.+ Kuba akusekho sonka esixekweni.”