Yeremiya 21:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Lowo uhlala azole kwesi sixeko uya kufa likrele nayindlala nayindyikitya yokufa;+ kodwa lowo uphumayo nothi okunene awele kumaKhaledi aningqingileyo uya kuhlala ephila, kwaye umphefumlo wakhe ngokuqinisekileyo uya kuba lixhoba lakhe.”’+ Yeremiya 27:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 NakuZedekiya+ ukumkani wakwaYuda ndathetha ngokwala mazwi onke,+ ndisithi: “Zisani iintamo zenu phantsi kwedyokhwe kakumkani waseBhabhiloni, nimkhonze yena nabantu bakhe nize niqhubeke niphila.+
9 Lowo uhlala azole kwesi sixeko uya kufa likrele nayindlala nayindyikitya yokufa;+ kodwa lowo uphumayo nothi okunene awele kumaKhaledi aningqingileyo uya kuhlala ephila, kwaye umphefumlo wakhe ngokuqinisekileyo uya kuba lixhoba lakhe.”’+
12 NakuZedekiya+ ukumkani wakwaYuda ndathetha ngokwala mazwi onke,+ ndisithi: “Zisani iintamo zenu phantsi kwedyokhwe kakumkani waseBhabhiloni, nimkhonze yena nabantu bakhe nize niqhubeke niphila.+