IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 38:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Ke kaloku uYeremiya wathi kuZedekiya: “Utsho uYehova, uTHIXO wemikhosi,+ uTHIXO kaSirayeli,+ ukuthi, ‘Ukuba uthe waphuma waya kwiinkosana zokumkani waseBhabhiloni,+ ngokuqinisekileyo umphefumlo wakho uya kuqhubeka uphila nesi sixeko asiyi kutshiswa ngomlilo, yaye wena nendlu yakho ngokuqinisekileyo niya kuqhubeka niphila.+

  • Yeremiya 39:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 “‘Kuba nakanjani na ndiya kukusindisa, yaye akuyi kuwa ngekrele; ngokuqinisekileyo uya kuba lixhoba lakho umphefumlo wakho,+ ngenxa yokuba ukholose ngam,’+ utsho uYehova.”

  • Yeremiya 45:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Kodwa wena ke, uyaqhubeka uzifunela izinto ezinkulu.+ Musa ukuqhubeka uzifuna.”’+

      “‘Kuba yabona, ndiyizisela intlekele inyama yonke,’+ utsho uYehova, ‘yaye ndiza kukunika umphefumlo wakho ube lixhoba kuzo zonke iindawo osenokuya kuzo.’”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share