2 Kumkani 24:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngaphezu koko, ukumkani waseBhabhiloni+ wenza uMataniya uyisekazi+ ukumkani esikhundleni sakhe. Waza walitshintsha igama lakhe languZedekiya.+ 1 Kronike 3:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Bona oonyana bakaYosiya yayilizibulo uYohanan, owesibini, yayinguYehoyakim,+ owesithathu, yayinguZedekiya,+ owesine, yayinguShalum. 2 Kronike 36:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ekuthwaseni+ konyaka uKumkani uNebhukadenetsare wathumela+ ukuba kuziswe eBhabhiloni+ iimpahla ezinqwenelekayo zendlu kaYehova.+ Ngapha koko, wenza uZedekiya+ uyisekazi ukumkani wakwaYuda naseYerusalem.+ Yeremiya 37:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 UKumkani uZedekiya+ unyana kaYosiya+ walawula esikhundleni sikaKoniya+ unyana kaYehoyakim,+ lowo uNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni wamenza ukumkani kwilizwe lakwaYuda.+
17 Ngaphezu koko, ukumkani waseBhabhiloni+ wenza uMataniya uyisekazi+ ukumkani esikhundleni sakhe. Waza walitshintsha igama lakhe languZedekiya.+
15 Bona oonyana bakaYosiya yayilizibulo uYohanan, owesibini, yayinguYehoyakim,+ owesithathu, yayinguZedekiya,+ owesine, yayinguShalum.
10 Ekuthwaseni+ konyaka uKumkani uNebhukadenetsare wathumela+ ukuba kuziswe eBhabhiloni+ iimpahla ezinqwenelekayo zendlu kaYehova.+ Ngapha koko, wenza uZedekiya+ uyisekazi ukumkani wakwaYuda naseYerusalem.+
37 UKumkani uZedekiya+ unyana kaYosiya+ walawula esikhundleni sikaKoniya+ unyana kaYehoyakim,+ lowo uNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni wamenza ukumkani kwilizwe lakwaYuda.+