Yeremiya 37:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Iinkosana+ ke zamcaphukela uYeremiya,+ zambetha+ zaza zamfaka endlwini yamakhamandela,+ endlwini kaYehonatan+ unobhala, kuba yiyo le ezaziyenze indlu yamabanjwa.+ Yeremiya 37:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ke kaloku khawuncede, uphulaphule, nkosi yam kumkani. Ngamana ukuzicelela kwam ubabalo,+ kungawela phambi kwakho, uze ke ungandibuyiseli endlwini kaYehonatan+ unobhala, ukuze ndingafeli apho.”+
15 Iinkosana+ ke zamcaphukela uYeremiya,+ zambetha+ zaza zamfaka endlwini yamakhamandela,+ endlwini kaYehonatan+ unobhala, kuba yiyo le ezaziyenze indlu yamabanjwa.+
20 Ke kaloku khawuncede, uphulaphule, nkosi yam kumkani. Ngamana ukuzicelela kwam ubabalo,+ kungawela phambi kwakho, uze ke ungandibuyiseli endlwini kaYehonatan+ unobhala, ukuze ndingafeli apho.”+