2 Kronike 34:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Wandula ke ukumkani wayalela uHilekiya+ noAhikam+ unyana kaShafan noAbhedon unyana kaMika noShafan+ unobhala+ noAsaya+ umkhonzi kakumkani, esithi: Yeremiya 26:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ngaphezu koko, isandla sika-Ahikam+ unyana kaShafan+ saba noYeremiya, ukuze anganikelwa esandleni sabantu ukuba bambulale.+
20 Wandula ke ukumkani wayalela uHilekiya+ noAhikam+ unyana kaShafan noAbhedon unyana kaMika noShafan+ unobhala+ noAsaya+ umkhonzi kakumkani, esithi:
24 Ngaphezu koko, isandla sika-Ahikam+ unyana kaShafan+ saba noYeremiya, ukuze anganikelwa esandleni sabantu ukuba bambulale.+