2 Kumkani 25:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ke bona abantu+ abasalayo kwilizwe lakwaYuda, abo uNebhukadenetsare ukumkani waseBhabhiloni wabashiya ngasemva, wamisela uGedaliya+ phezu kwabo unyana ka-Ahikam+ unyana kaShafan.+ Yeremiya 40:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Bathi kuye: “Akwazi na konke konke ukuba uBhahalis, ukumkani woonyana baka-Amoni,+ uthumele uIshmayeli+ unyana kaNetaniya+ ukuze akuxabele emphefumlweni?” Kodwa uGedaliya unyana ka-Ahikam akazange abakholelwe.+
22 Ke bona abantu+ abasalayo kwilizwe lakwaYuda, abo uNebhukadenetsare ukumkani waseBhabhiloni wabashiya ngasemva, wamisela uGedaliya+ phezu kwabo unyana ka-Ahikam+ unyana kaShafan.+
14 Bathi kuye: “Akwazi na konke konke ukuba uBhahalis, ukumkani woonyana baka-Amoni,+ uthumele uIshmayeli+ unyana kaNetaniya+ ukuze akuxabele emphefumlweni?” Kodwa uGedaliya unyana ka-Ahikam akazange abakholelwe.+