2 Kumkani 25:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Kwathi ngenyanga yesixhenxe+ kwafika uIshmayeli+ unyana kaNetaniya unyana kaElishama wenzala yasebukhosini, ekunye namadoda alishumi, amxabela uGedaliya+ wafa, yena namaYuda namaKhaledi awayekunye naye eMizpa.+ Yeremiya 39:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 bathumela baza bamthabatha uYeremiya kwiNtendelezo Yabalindi,+ bamnikela kuGedaliya+ unyana ka-Ahikam+ unyana kaShafan,+ ukuba amzise endlwini yakhe, ukuze ahlale phakathi kwabantu abo. Yeremiya 41:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Wesuka ke uIshmayeli unyana kaNetaniya namadoda alishumi awayenaye wamxabela uGedaliya unyana ka-Ahikam unyana kaShafan ngekrele.+ Ngoko yena wambulala lowo wayemiselwe ngukumkani waseBhabhiloni ukuba abe phezu kwelizwe.+
25 Kwathi ngenyanga yesixhenxe+ kwafika uIshmayeli+ unyana kaNetaniya unyana kaElishama wenzala yasebukhosini, ekunye namadoda alishumi, amxabela uGedaliya+ wafa, yena namaYuda namaKhaledi awayekunye naye eMizpa.+
14 bathumela baza bamthabatha uYeremiya kwiNtendelezo Yabalindi,+ bamnikela kuGedaliya+ unyana ka-Ahikam+ unyana kaShafan,+ ukuba amzise endlwini yakhe, ukuze ahlale phakathi kwabantu abo.
2 Wesuka ke uIshmayeli unyana kaNetaniya namadoda alishumi awayenaye wamxabela uGedaliya unyana ka-Ahikam unyana kaShafan ngekrele.+ Ngoko yena wambulala lowo wayemiselwe ngukumkani waseBhabhiloni ukuba abe phezu kwelizwe.+