Yeremiya 41:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ekuhambeni kwexesha uYohanan+ unyana kaKareya nazo zonke iintloko zemikhosi yamajoni+ ezazikunye naye babuva bonke ububi obabenziwe nguIshmayeli unyana kaNetaniya. Yeremiya 42:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 Ngoko zonke iintloko zemikhosi yamajoni noYohanan+ unyana kaKareya noYezaniya+ unyana kaHoshaya+ nabo bonke abantu, ukususela koyena mncinane ukusa koyena mkhulu, basondela Yeremiya 43:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 uAzariya unyana kaHoshaya+ noYohanan+ unyana kaKareya nawo onke amadoda akhukhumeleyo+ athi kuYeremiya: “Uthetha ubuxoki.+ UYehova uThixo wethu akakuthumanga, esithi, ‘Musani ukungena eYiputa ukuba nihlale khona njengabaphambukeli.’+
11 Ekuhambeni kwexesha uYohanan+ unyana kaKareya nazo zonke iintloko zemikhosi yamajoni+ ezazikunye naye babuva bonke ububi obabenziwe nguIshmayeli unyana kaNetaniya.
42 Ngoko zonke iintloko zemikhosi yamajoni noYohanan+ unyana kaKareya noYezaniya+ unyana kaHoshaya+ nabo bonke abantu, ukususela koyena mncinane ukusa koyena mkhulu, basondela
2 uAzariya unyana kaHoshaya+ noYohanan+ unyana kaKareya nawo onke amadoda akhukhumeleyo+ athi kuYeremiya: “Uthetha ubuxoki.+ UYehova uThixo wethu akakuthumanga, esithi, ‘Musani ukungena eYiputa ukuba nihlale khona njengabaphambukeli.’+