-
2 Kumkani 25:23INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
23 Xa zonke iintloko zomkhosi wamajoni,+ zona namadoda azo, zevayo ukuba ukumkani waseBhabhiloni wayemisele uGedaliya, ngoko nangoko zeza kuGedaliya eMizpa,+ oko kukuthi, uIshmayeli unyana kaNetaniya noYohanan unyana kaKareya noSeraya unyana kaTanumete umNetofa noYahazaniya unyana womMahakati, bona namadoda abo.
-