IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 1:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 “Wena ke, ufanele ubhinqe emanqeni akho,+ yaye umele uphakame uze uthethe kubo yonk’ into endikuyalela yona. Musa ukunkwantya ngabo,+ ukuze ndingakunkwantyisi phambi kwabo.

  • Yeremiya 26:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Kwathi ke akuba egqibile uYeremiya ukuthetha konke oko uYehova wayemyalele ukuba akuthethe kubo bonke abantu, bandula ke ababingeleli nabaprofeti nabo bonke abantu bambamba, besithi: “Ngokuqinisekileyo uya kufa.+

  • Yeremiya 42:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Bona ke bathi kuYeremiya: “Ngamana uYehova angaba lingqina elinyanisileyo nelithembekileyo kuthi+ ukuba asenzanga ngokwelizwi lonke uYehova uThixo wakho akuthuma lona kuthi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share