2 Kumkani 25:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ke bona abantu+ abasalayo kwilizwe lakwaYuda, abo uNebhukadenetsare ukumkani waseBhabhiloni wabashiya ngasemva, wamisela uGedaliya+ phezu kwabo unyana ka-Ahikam+ unyana kaShafan.+
22 Ke bona abantu+ abasalayo kwilizwe lakwaYuda, abo uNebhukadenetsare ukumkani waseBhabhiloni wabashiya ngasemva, wamisela uGedaliya+ phezu kwabo unyana ka-Ahikam+ unyana kaShafan.+