Duteronomi 29:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kanti unanamhla akaninikanga uYehova intliziyo yokwazi namehlo okubona neendlebe zokuva.+ Yeremiya 4:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kuba abantu bam bazizidenge.+ Mna abandiqondanga.+ Bangoonyana abangalumkanga; yaye abanako ukuqonda.+ Bazizilumko zokwenza okubi, kodwa ukwenza okulungileyo kona okunene abakwazi.+
22 Kuba abantu bam bazizidenge.+ Mna abandiqondanga.+ Bangoonyana abangalumkanga; yaye abanako ukuqonda.+ Bazizilumko zokwenza okubi, kodwa ukwenza okulungileyo kona okunene abakwazi.+