Isaya 6:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Waza wahlabela mgama wathi: “Hamba, uze uthi kwesi sizwana, ‘Ukuva oku niya kuva, kodwa ningaqondi; ukubona oku niya kubona, kodwa ningabi nalwazi.’+ Hezekile 12:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Nyana womntu, uhleli phakathi kwendlu enemvukelo,+ banamehlo okubona kodwa okunene ababoni,+ baneendlebe zokuva kodwa okunene abeva,+ kuba bayindlu enemvukelo.+ Hoseya 7:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Yaye uEfrayim ungqineke efana nehobe+ elimathileyo elingenantliziyo.+ Babiza eYiputa;+ baya eAsiriya.+ Mateyu 13:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kungenxa yoko le nto ndithetha kubo ngemizekeliso, ngenxa yokuba, nakuba bekhangela, bakhangelela ilize, nakuba besiva, bavela ilize, bengaqondi nokuqonda;+ Marko 8:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 ‘Nakuba ninamehlo, aniboni na; yaye nakuba nineendlebe, aniva na?’+ Kwaye anikhumbuli na, IZenzo 28:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 usithi, ‘Hamba uye kwesi sizwana uze uthi: “Ukuva, niya kuva kodwa ningaqondi; yaye, ukukhangela, niya kukhangela kodwa ningaboni.+
9 Waza wahlabela mgama wathi: “Hamba, uze uthi kwesi sizwana, ‘Ukuva oku niya kuva, kodwa ningaqondi; ukubona oku niya kubona, kodwa ningabi nalwazi.’+
2 “Nyana womntu, uhleli phakathi kwendlu enemvukelo,+ banamehlo okubona kodwa okunene ababoni,+ baneendlebe zokuva kodwa okunene abeva,+ kuba bayindlu enemvukelo.+
11 Yaye uEfrayim ungqineke efana nehobe+ elimathileyo elingenantliziyo.+ Babiza eYiputa;+ baya eAsiriya.+
13 Kungenxa yoko le nto ndithetha kubo ngemizekeliso, ngenxa yokuba, nakuba bekhangela, bakhangelela ilize, nakuba besiva, bavela ilize, bengaqondi nokuqonda;+
26 usithi, ‘Hamba uye kwesi sizwana uze uthi: “Ukuva, niya kuva kodwa ningaqondi; yaye, ukukhangela, niya kukhangela kodwa ningaboni.+