IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 25:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 nalo lonke iqela elingumxube, nabo bonke ookumkani belizwe lakwaUtse,+ nabo bonke ookumkani belizwe lamaFilisti+ naseAshkelon+ naseGaza+ nase-Ekron+ nentsalela yaseAshdode;+

  • Hezekile 25:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 “Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Ngenxa yokuba amaFilisti enze ngempindezelo+ aza aziphindezelela ngempindezelo egculela ngomphefumlo, ukuze abangele ukonakala,+ ngobutshaba obuhlala ngokungenammiselo,+

  • Zefaniya 2:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Kuba, yona ke iGaza, iya kuba sisixeko esishiyiweyo;+ neAshkelon iya kuba yinkangala ephanzileyo.+ Yona ke iAshdode,+ baya kuyigxotha emini enkulu;+ yona ke iEkron, iya kuncothulwa.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share