2 Kronike 28:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ke wona amaFilisti,+ ahlasela isixeko saseShefela+ nesaseNegebhi+ zakwaYuda aza athimba iBhete-shemeshe+ neAyalon+ neGederoti+ neSoko+ needolophu eziphantsi kwayo neTimna+ needolophu eziphantsi kwayo neGimzo needolophu eziphantsi kwayo; yaye ahlala khona. Isaya 9:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 iSiriya ngasempuma+ namaFilisti ngasemva,+ yaye ziya kumdla zimgqibe uSirayeli ngomlomo ovulekileyo.+ Ngenxa yako konke oku umsindo wakhe awubuyanga, kodwa isandla sakhe usasolulile.+ Yeremiya 47:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 47 Lilo eli ilizwi likaYehova kuYeremiya umprofeti ngokuphathelele amaFilisti+ phambi kokuba uFaro axabele iGaza.+ Amosi 1:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “Utsho uYehova ukuthi, ‘“Ngenxa yokuvukela kathathu kweGaza,+ nangenxa yokuba kukane, andiyi kukubuyisa oku, ngenxa yokuthabathela kwayo ekuthinjweni iqela elipheleleyo labathinjwa+ ukuze banikelwe kuEdom.+
18 Ke wona amaFilisti,+ ahlasela isixeko saseShefela+ nesaseNegebhi+ zakwaYuda aza athimba iBhete-shemeshe+ neAyalon+ neGederoti+ neSoko+ needolophu eziphantsi kwayo neTimna+ needolophu eziphantsi kwayo neGimzo needolophu eziphantsi kwayo; yaye ahlala khona.
12 iSiriya ngasempuma+ namaFilisti ngasemva,+ yaye ziya kumdla zimgqibe uSirayeli ngomlomo ovulekileyo.+ Ngenxa yako konke oku umsindo wakhe awubuyanga, kodwa isandla sakhe usasolulile.+
47 Lilo eli ilizwi likaYehova kuYeremiya umprofeti ngokuphathelele amaFilisti+ phambi kokuba uFaro axabele iGaza.+
6 “Utsho uYehova ukuthi, ‘“Ngenxa yokuvukela kathathu kweGaza,+ nangenxa yokuba kukane, andiyi kukubuyisa oku, ngenxa yokuthabathela kwayo ekuthinjweni iqela elipheleleyo labathinjwa+ ukuze banikelwe kuEdom.+