Isaya 14:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 “Musa ukuba nemihlali,+ Filisti,+ nabani na kuwe, ngenxa nje yokuba umsimelelo walowo ubekubetha waphukile.+ Kuba engcanjini yenyoka+ kuya kuphuma inyoka enobuhlungu,+ kwaye isiqhamo sayo iya kuba yinyoka ebumlilorha ephaphazelayo.+ Yeremiya 25:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 nalo lonke iqela elingumxube, nabo bonke ookumkani belizwe lakwaUtse,+ nabo bonke ookumkani belizwe lamaFilisti+ naseAshkelon+ naseGaza+ nase-Ekron+ nentsalela yaseAshdode;+ Yoweli 3:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 “Ninantoni na yakwenza nam, wena Tire neSidon+ nani nonke mimandla yamaFilisti?+ Ngaba yimpatho enindinika yona njengomvuzo na? Yaye ukuba nindinika impatho enjalo, kamsinya, ngokukhawuleza ndiya kuyibuyisela impatho yenu ezintlokweni zenu.+
29 “Musa ukuba nemihlali,+ Filisti,+ nabani na kuwe, ngenxa nje yokuba umsimelelo walowo ubekubetha waphukile.+ Kuba engcanjini yenyoka+ kuya kuphuma inyoka enobuhlungu,+ kwaye isiqhamo sayo iya kuba yinyoka ebumlilorha ephaphazelayo.+
20 nalo lonke iqela elingumxube, nabo bonke ookumkani belizwe lakwaUtse,+ nabo bonke ookumkani belizwe lamaFilisti+ naseAshkelon+ naseGaza+ nase-Ekron+ nentsalela yaseAshdode;+
4 “Ninantoni na yakwenza nam, wena Tire neSidon+ nani nonke mimandla yamaFilisti?+ Ngaba yimpatho enindinika yona njengomvuzo na? Yaye ukuba nindinika impatho enjalo, kamsinya, ngokukhawuleza ndiya kuyibuyisela impatho yenu ezintlokweni zenu.+