Isaya 47:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 47 Yihla uze uhlale phantsi eluthulini,+ ntombi enyulu yaseBhabhiloni.+ Hlala phantsi emhlabeni apho kungekho trone,+ ntombi yamaKhaledi.+ Kuba akuyi kuba namava kwakhona okuba abantu bakubize ngokuba ubuthathaka yaye uethe-ethe.+ Yeremiya 46:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Zenzele impahla yokuthinjwa,+ mmi olibhinqa, ntombi+ yaseYiputa. Kuba iNofu+ iya kuba yinto nje ekhwankqisayo yaye okunene iya kutshiswa, khon’ ukuze ingabi nammi.+
47 Yihla uze uhlale phantsi eluthulini,+ ntombi enyulu yaseBhabhiloni.+ Hlala phantsi emhlabeni apho kungekho trone,+ ntombi yamaKhaledi.+ Kuba akuyi kuba namava kwakhona okuba abantu bakubize ngokuba ubuthathaka yaye uethe-ethe.+
19 Zenzele impahla yokuthinjwa,+ mmi olibhinqa, ntombi+ yaseYiputa. Kuba iNofu+ iya kuba yinto nje ekhwankqisayo yaye okunene iya kutshiswa, khon’ ukuze ingabi nammi.+