2 Kumkani 2:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ekugqibeleni wajika waza wawabona, wawaqalekisa+ egameni likaYehova. Kwandula ke kwaphuma iimazi zamabhere ezimbini+ phakathi kwemithi, zaqwenga kubo abantwana abangamashumi amane anesibini.+
24 Ekugqibeleni wajika waza wawabona, wawaqalekisa+ egameni likaYehova. Kwandula ke kwaphuma iimazi zamabhere ezimbini+ phakathi kwemithi, zaqwenga kubo abantwana abangamashumi amane anesibini.+