IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 34:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ebusuku okanye emini ayiyi kucinywa; umsi wayo uya kunyuka ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Izizukulwana ngezizukulwana liya kubharha;+ ngonaphakade kanaphakade akuyi kudlula mntu kulo.+

  • Yeremiya 49:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 “Kwaye iHatsore+ imele ibe sisikhundla soodyakalashe,+ inkangala ephanzileyo ukusa kwixesha elingenammiselo. Akukho mntu uya kuhlala apho, nanyana wamntu uya kuhlala kuyo njengomphambukeli.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share