Isaya 11:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kwaye ngokuqinisekileyo uya kuziphakamisela umqondiso iintlanga aze ahlanganise abasasazekileyo bakwaSirayeli;+ nabachithachithekileyo bakwaYuda uya kubaqokelela ndawonye kwiziphelo ezine zomhlaba.+ Yeremiya 3:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 “Ngaloo mihla iya kuhamba indlu kaYuda ecaleni kwendlu kaSirayeli,+ zize ziphume kunye+ kwilizwe lasemntla ukuya kwilizwe endalinika ookhokho benu njengelifa.+ Hoseya 1:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngokuqinisekileyo oonyana bakaYuda noonyana bakaSirayeli baya kuqokelelana ndawonye ngomanyano+ yaye baya kuzimisela intloko enye baze banyuke baphume kwelo lizwe,+ ngenxa yokuba iya kuba nkulu imini yaseYizereli.+
12 Kwaye ngokuqinisekileyo uya kuziphakamisela umqondiso iintlanga aze ahlanganise abasasazekileyo bakwaSirayeli;+ nabachithachithekileyo bakwaYuda uya kubaqokelela ndawonye kwiziphelo ezine zomhlaba.+
18 “Ngaloo mihla iya kuhamba indlu kaYuda ecaleni kwendlu kaSirayeli,+ zize ziphume kunye+ kwilizwe lasemntla ukuya kwilizwe endalinika ookhokho benu njengelifa.+
11 Ngokuqinisekileyo oonyana bakaYuda noonyana bakaSirayeli baya kuqokelelana ndawonye ngomanyano+ yaye baya kuzimisela intloko enye baze banyuke baphume kwelo lizwe,+ ngenxa yokuba iya kuba nkulu imini yaseYizereli.+