Yeremiya 51:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 kwaye ndiza kuthumela eBhabhiloni abantu abelayo abaya kuthi ngokuqinisekileyo bayele nabaya kuthi baliqongqothe ilizwe layo;+ kuba okunene baya kuba nxamnye nayo macala onke ngemini yentlekele.+ Yeremiya 51:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ziphakamiseleni umqondiso iindonga zaseBhabhiloni.+ Qinisani ukulinda.+ Misani abalindi. Lungisani abo balalelayo.+ Kuba uYehova uyile ingcinga yaye ngokuqinisekileyo uya kukwenza oko akuthethileyo nxamnye nabemi baseBhabhiloni.”+
2 kwaye ndiza kuthumela eBhabhiloni abantu abelayo abaya kuthi ngokuqinisekileyo bayele nabaya kuthi baliqongqothe ilizwe layo;+ kuba okunene baya kuba nxamnye nayo macala onke ngemini yentlekele.+
12 Ziphakamiseleni umqondiso iindonga zaseBhabhiloni.+ Qinisani ukulinda.+ Misani abalindi. Lungisani abo balalelayo.+ Kuba uYehova uyile ingcinga yaye ngokuqinisekileyo uya kukwenza oko akuthethileyo nxamnye nabemi baseBhabhiloni.”+