1 Kronike 6:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Azariya wazala uSeraya.+ USeraya wazala uYehotsadaki.+ Ezra 7:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Yaye emva kwezi zinto kulawulo luka-Artashashta+ ukumkani wasePersi, uEzra+ unyana kaSeraya+ unyana ka-Azariya unyana kaHilekiya+
7 Yaye emva kwezi zinto kulawulo luka-Artashashta+ ukumkani wasePersi, uEzra+ unyana kaSeraya+ unyana ka-Azariya unyana kaHilekiya+