Yeremiya 20:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ndaza ndathi: “Andisayi kumkhankanya, andisayi kuphinda ndithethe egameni lakhe.”+ Yaye entliziyweni yam kwaba ngathi ngumlilo ovuthayo ovalelwe emathanjeni am; ndaza ndadinwa kukuzibamba, andakwazi ukukunyamezela oko.+
9 Ndaza ndathi: “Andisayi kumkhankanya, andisayi kuphinda ndithethe egameni lakhe.”+ Yaye entliziyweni yam kwaba ngathi ngumlilo ovuthayo ovalelwe emathanjeni am; ndaza ndadinwa kukuzibamba, andakwazi ukukunyamezela oko.+