IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Hezekile 16:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 “‘Ndadlula ngakuwe ndaza ndakubona, yaye, khangela! ixesha lakho yayilixesha lezincokoliso zothando.+ Ngoko ndatwabululela umbhinqo wam phezu kwakho+ ndaza ndagubungela ubuze bakho ndenza nesifungo ndangena emnqophisweni kunye nawe,’+ itsho iNkosi enguMongami uYehova, ‘waza ke waba ngowam.+

  • Hoseya 2:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Yaye ndiza kumnika izidiliya zakhe ukususela ngelo xesha kuse phambili,+ nentili yeAkore+ njengesango lethemba; yaye ngokuqinisekileyo uya kuphendula apho njengeemini zobutsha bakhe+ nanjengemini yokuphuma kwakhe kwilizwe laseYiputa.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share