Rute 3:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngoko yathi: “Ungubani na?” Wathi: “NdinguRute ikhobokazana lakho, yaye umele wolulele umbhinqo wakho kwikhobokazana lakho, kuba ungumhlawuleli.”+ 1 Samuweli 12:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kuba uYehova akayi kubalahla+ abantu bakhe ngenxa yegama lakhe elikhulu,+ ngenxa yokuba uYehova ukuthabathele kuye ukunenza abantu bakhe.+ Isaya 41:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 wena, endikubambileyo kwaseziphelweni zomhlaba,+ ndakubiza nakweyona mimandla yawo ethe qelele.+ Ndaza ke ndathi kuwe, ‘Ungumkhonzi wam;+ ndikunyulile,+ yaye andikugatyanga.+
9 Ngoko yathi: “Ungubani na?” Wathi: “NdinguRute ikhobokazana lakho, yaye umele wolulele umbhinqo wakho kwikhobokazana lakho, kuba ungumhlawuleli.”+
22 Kuba uYehova akayi kubalahla+ abantu bakhe ngenxa yegama lakhe elikhulu,+ ngenxa yokuba uYehova ukuthabathele kuye ukunenza abantu bakhe.+
9 wena, endikubambileyo kwaseziphelweni zomhlaba,+ ndakubiza nakweyona mimandla yawo ethe qelele.+ Ndaza ke ndathi kuwe, ‘Ungumkhonzi wam;+ ndikunyulile,+ yaye andikugatyanga.+