Isaya 1:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “Kunangenelo ngantoni na kum ukuba mininzi kwemibingelelo yenu?” utsho uYehova. “Ndanele yimibingelelo etshiswa kuphele+ yeenkunzi zeegusha+ namanqatha ezilwanyana ezondlekileyo;+ yaye andiyoliswa+ naligazi+ lamathole eenkomo aziinkunzi neenkunzi zeemvana neenkunzi zeebhokhwe.+ Yeremiya 6:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 “Kubaluleke ngantoni na kum ukuzisa kwenu intlaka yokuqhumisa yaseShebha+ nengcongolo yeziqholo elungileyo evela kwilizwe elikude? Umnikelo wenu otshiswa kuphele awukholisi,+ nemibingelelo yenu ayindikholisi.”+ Hoseya 8:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Njengemibingelelo yesipho sam waqhubeka ebingelela inyama,+ yaye waqhubeka esidla oko angakholiswayo kuko uYehova.+ Ngoko uya kusikhumbula isiphoso sakhe amphendulise ngezono zakhe.+ Yena ngokwakhe wabuyela eYiputa.+ Amosi 5:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ndiyithiyile, ndiyigatyile imithendeleko yenu,+ kwaye andiyi kulinandipha ivumba leendibano zenu ezingcwele.+
11 “Kunangenelo ngantoni na kum ukuba mininzi kwemibingelelo yenu?” utsho uYehova. “Ndanele yimibingelelo etshiswa kuphele+ yeenkunzi zeegusha+ namanqatha ezilwanyana ezondlekileyo;+ yaye andiyoliswa+ naligazi+ lamathole eenkomo aziinkunzi neenkunzi zeemvana neenkunzi zeebhokhwe.+
20 “Kubaluleke ngantoni na kum ukuzisa kwenu intlaka yokuqhumisa yaseShebha+ nengcongolo yeziqholo elungileyo evela kwilizwe elikude? Umnikelo wenu otshiswa kuphele awukholisi,+ nemibingelelo yenu ayindikholisi.”+
13 Njengemibingelelo yesipho sam waqhubeka ebingelela inyama,+ yaye waqhubeka esidla oko angakholiswayo kuko uYehova.+ Ngoko uya kusikhumbula isiphoso sakhe amphendulise ngezono zakhe.+ Yena ngokwakhe wabuyela eYiputa.+
21 Ndiyithiyile, ndiyigatyile imithendeleko yenu,+ kwaye andiyi kulinandipha ivumba leendibano zenu ezingcwele.+