IMizekeliso 15:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Umbingelelo wabangendawo yinto ecekisekayo kuYehova,+ kodwa umthandazo wabathe tye uyakholiswa nguwo.+ IMizekeliso 21:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Umbingelelo wabangendawo yinto ecekisekayo.+ Kobeka phi na xa ubani ewuzisa kunye nehambo evakalala.+ Isaya 1:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “Kunangenelo ngantoni na kum ukuba mininzi kwemibingelelo yenu?” utsho uYehova. “Ndanele yimibingelelo etshiswa kuphele+ yeenkunzi zeegusha+ namanqatha ezilwanyana ezondlekileyo;+ yaye andiyoliswa+ naligazi+ lamathole eenkomo aziinkunzi neenkunzi zeemvana neenkunzi zeebhokhwe.+ Yeremiya 6:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 “Kubaluleke ngantoni na kum ukuzisa kwenu intlaka yokuqhumisa yaseShebha+ nengcongolo yeziqholo elungileyo evela kwilizwe elikude? Umnikelo wenu otshiswa kuphele awukholisi,+ nemibingelelo yenu ayindikholisi.”+
8 Umbingelelo wabangendawo yinto ecekisekayo kuYehova,+ kodwa umthandazo wabathe tye uyakholiswa nguwo.+
27 Umbingelelo wabangendawo yinto ecekisekayo.+ Kobeka phi na xa ubani ewuzisa kunye nehambo evakalala.+
11 “Kunangenelo ngantoni na kum ukuba mininzi kwemibingelelo yenu?” utsho uYehova. “Ndanele yimibingelelo etshiswa kuphele+ yeenkunzi zeegusha+ namanqatha ezilwanyana ezondlekileyo;+ yaye andiyoliswa+ naligazi+ lamathole eenkomo aziinkunzi neenkunzi zeemvana neenkunzi zeebhokhwe.+
20 “Kubaluleke ngantoni na kum ukuzisa kwenu intlaka yokuqhumisa yaseShebha+ nengcongolo yeziqholo elungileyo evela kwilizwe elikude? Umnikelo wenu otshiswa kuphele awukholisi,+ nemibingelelo yenu ayindikholisi.”+