IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 4:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ndaza ndathi: “Awu, Nkosi enguMongami Yehova! Eneneni usikhohlise ngokupheleleyo esi sizwana+ neYerusalem, usithi, ‘Niya kuba noxolo,’+ ukanti ikrele lide lafikelela emphefumlweni.”

  • Yeremiya 14:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Umgatye ngokupheleleyo na uYuda,+ okanye umphefumlo wakho uyayenyanya na iZiyon?+ Kutheni na ukuze usibethe, kangangokuba singabi nakuphiliswa?+ Besinethemba loxolo, kodwa akufikanga okulungileyo; nexesha lokuphiliswa, kodwa, khangela! kukho unkwantyo!+

  • Mika 1:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Kuba ummi olibhinqa waseMaroti ulindele okulungileyo,+ kodwa kuye kwehla okubi kweza esangweni laseYerusalem kuvela kuYehova.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share