Yeremiya 5:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “Ziyamkhanyela uYehova, zisithi, ‘Asinguye.+ Kwaye thina asiyi kufikelwa yintlekele, kungekho krele okanye ndlala esiya kuyibona.’+ Yeremiya 6:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kwaye bazama ukukuphilisa ngokulula ukuwa kwabantu bam,+ besithi, ‘Luxolo! Luxolo!’ kungekho luxolo.+ Yeremiya 14:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ndathi ke mna: “Awu, Nkosi enguMongami Yehova! Yabona, abaprofeti bathi kubo, ‘Aniyi kubona krele, yaye akuyi kubakho ndlala kuni, kodwa ndiya kuninika uxolo lokwenyaniso kule ndawo.’”+ Yeremiya 23:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Batsho kaninzi-ninzi kwabo bangenantlonelo ngam ukuthi, ‘UYehova uthethile wathi: “Niya kuba noxolo.”+ Nakuye wonke ohamba ngobulukhuni bentliziyo yakhe+ bathe, ‘Akukho ntlekele iya kunifikela.’+ 1 Tesalonika 5:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Xa besithi:+ “Luxolo+ nonqabiseko!” iya kwandula ke intshabalalo+ yequbuliso ibafikele ngephanyazo kanye njengenimba kumfazi omithiyo;+ yaye abasayi kuze basinde.+
12 “Ziyamkhanyela uYehova, zisithi, ‘Asinguye.+ Kwaye thina asiyi kufikelwa yintlekele, kungekho krele okanye ndlala esiya kuyibona.’+
14 Kwaye bazama ukukuphilisa ngokulula ukuwa kwabantu bam,+ besithi, ‘Luxolo! Luxolo!’ kungekho luxolo.+
13 Ndathi ke mna: “Awu, Nkosi enguMongami Yehova! Yabona, abaprofeti bathi kubo, ‘Aniyi kubona krele, yaye akuyi kubakho ndlala kuni, kodwa ndiya kuninika uxolo lokwenyaniso kule ndawo.’”+
17 Batsho kaninzi-ninzi kwabo bangenantlonelo ngam ukuthi, ‘UYehova uthethile wathi: “Niya kuba noxolo.”+ Nakuye wonke ohamba ngobulukhuni bentliziyo yakhe+ bathe, ‘Akukho ntlekele iya kunifikela.’+
3 Xa besithi:+ “Luxolo+ nonqabiseko!” iya kwandula ke intshabalalo+ yequbuliso ibafikele ngephanyazo kanye njengenimba kumfazi omithiyo;+ yaye abasayi kuze basinde.+