Isaya 39:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Emva koko uIsaya umprofeti weza kuKumkani uHezekiya waza wathi kuye:+“Aye athini na la madoda, yaye ebevela phi na ekuzeni kwawo kuwe?” Ngoko uHezekiya wathi: “Aze kum evela ezweni elikude, eBhabhiloni.”+
3 Emva koko uIsaya umprofeti weza kuKumkani uHezekiya waza wathi kuye:+“Aye athini na la madoda, yaye ebevela phi na ekuzeni kwawo kuwe?” Ngoko uHezekiya wathi: “Aze kum evela ezweni elikude, eBhabhiloni.”+