IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 14:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Ngaloo ndlela uYehova wawasindisa amaSirayeli ngaloo mini, esandleni samaYiputa,+ waza uSirayeli wawabona amaYiputa efile elunxwemeni lolwandle.+

  • ABagwebi 6:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ngoko uGidiyon wathi kuyo: “Ndiyangxengxeza, nkosi yam, kodwa ukuba uYehova unathi, kutheni ke ngoko ukuba sifikelwe koku konke,+ kwaye ziphi na izenzo zakhe zonke ezimangalisayo+ ezo basibalisela ngazo oobawo,+ besithi, ‘UYehova akazange asikhuphe eYiputa na?’+ Yaye ngoku uYehova usilahlile,+ kwaye usinikela entendeni kaMidiyan.”

  • Isaya 63:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Waza lowo waqalisa ukukhumbula imihla yakudala, uMoses umkhonzi wakhe: “Uphi na Lowo wabanyusayo elwandle+ kunye nabalusi bomhlambi wakhe?+ Uphi na Lowo wabeka ngaphakathi kwakhe umoya Wakhe oyingcwele?+

  • Hoseya 13:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 “Kodwa mna ndinguYehova uThixo wakho kwasezweni laseYiputa,+ yaye kwakungekho Thixo wawumazi; kwakungekho msindisi ngaphandle kwam.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share