IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • ABagwebi 3:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ngoko oonyana bakaSirayeli benza okubi emehlweni kaYehova, yaye bamlibala uYehova uThixo+ wabo baza bakhonza ooBhahali+ nezibonda ezingcwele.+

  • 1 Samuweli 12:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Baqala ke ukumemeza kuYehova becela uncedo+ baza bathi: ‘Sonile,+ kuba simshiyile uYehova ukuze sikhonze ooBhahali+ nemifanekiso ka-Ashtoreti;+ ke kaloku sihlangule+ esandleni seentshaba zethu, ukuze sikukhonze.’

  • Hoseya 11:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 “Bambiza bona.+ Kwaba kukhona yena emkayo phambi kwabo.+ Wabingelela kwimifanekiso kaBhahali,+ waza waqhumisa kwimifanekiso eqingqiweyo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share