IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 12:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 Wenza iminikelo esibingelelweni awayesenzile eBheteli ngosuku lweshumi elinesihlanu ngenyanga yesibhozo, ngenyanga awayeyikhethe ngokwakhe;+ yaye wenzela oonyana bakaSirayeli umthendeleko wenza neminikelo esibingelelweni ukuze kuqhunyiswe umbingelelo.+

  • Isaya 65:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 ngenxa yeziphoso zabo nangenxa yeziphoso zookhokho babo ngaxeshanye,”+ utsho uYehova. “Ngenxa yokuba baqhumise imibingelelo ezintabeni, nasezindulini+ bandingcikivile,+ kanjalo ndiza kuwulinganisela umvuzo wabo okokuqala ezifubeni zabo.”+

  • Yeremiya 18:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Kuba abantu bam bandilibele+ ngokuthi baqhumisele umbingelelo kokungento yanto,+ nangokuthi bakhubekise abantu ezindleleni zabo,+ umendo wakudala,+ ukuze bahambe ezindleleni, endleleni engalungelelaniswanga,

  • Hoseya 13:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Ke kaloku wenza isono esongezelelekileyo ngomfanekiso otyhidiweyo ngeesilivere zakhe,+ izithixo ngokuqonda kwakhe,+ nomsebenzi wengcibi, wonke.+ Wathi kubo, ‘Abantu ababingelelayo mabawange amathole.’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share