Yeremiya 9:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 ngoko ke utsho uYehova wemikhosi, uTHIXO kaSirayeli, ukuthi, ‘Yabona, ndisidlisa umhlonyane sona,+ oko kukuthi, esi sizwana, kwaye ndiza kusiseza amanzi anetyhefu;+ Yeremiya 23:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ngoko ke utsho uYehova wemikhosi nxamnye nabaprofeti abo ukuthi: “Yabona, ndibadlisa umhlonyane, kwaye ndiza kubaseza amanzi anetyhefu.+ Kuba kubaprofeti baseYerusalem kuphume uwexuko+ lwaya kulo lonke ilizwe.”
15 ngoko ke utsho uYehova wemikhosi, uTHIXO kaSirayeli, ukuthi, ‘Yabona, ndisidlisa umhlonyane sona,+ oko kukuthi, esi sizwana, kwaye ndiza kusiseza amanzi anetyhefu;+
15 Ngoko ke utsho uYehova wemikhosi nxamnye nabaprofeti abo ukuthi: “Yabona, ndibadlisa umhlonyane, kwaye ndiza kubaseza amanzi anetyhefu.+ Kuba kubaprofeti baseYerusalem kuphume uwexuko+ lwaya kulo lonke ilizwe.”