IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 18:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 “‘Musani ukuzenza abangahlambulukanga ngayo nayiphi na kwezi zinto, kuba zizenze azahlambuluka ngazo ezi zinto zonke iintlanga endizigxothayo phambi kwenu.+

  • Numeri 35:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 “‘Nize ningalingcolisi ilizwe enikulo; kuba ligazi elingcolisa ilizwe,+ yaye ilizwe alinakucanyangushelwa ngenxa yegazi eliphalaziweyo kulo ngaphandle kwangegazi lalowo uliphalazileyo.+

  • Duteronomi 21:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 isidumbu sakhe masingahlali ubusuku bonke esibondeni;+ wosingcwaba kwangaloo mini, ngokuba oxhonyiweyo usisiqalekiso kuThixo;+ yaye uze ungawenzi inqambi umhlaba wakho, akunika wona uYehova uThixo wakho njengelifa.+

  • INdumiso 78:58
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 58 Yaye baqhubeka bemcaphukisa ngeendawo zabo eziphakamileyo,+

      Nangemifanekiso yabo eqingqiweyo baqhubeka bemenza abe nekhwele.+

  • INdumiso 106:38
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 38 Ngoko baphalaza igazi elimsulwa,+

      Igazi loonyana babo neentombi zabo,

      Ababingelela ngazo kwizithixo zakwaKanan;+

      Nelizwe langcoliswa luphalazo-gazi.+

  • Yeremiya 16:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Yaye, okokuqala nje, ndiza kubuyekeza umlinganiselo opheleleyo wesiphoso sabo+ nowesono sabo, ngenxa yokulihlambela kwabo ilizwe lam.+ Ilifa lam balizalisa ngezidumbu zezinto zabo ezinezothe nezinto zabo ezicekisekayo.’”+

  • Hezekile 36:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 “Nyana womntu, indlu kaSirayeli yayihlala emhlabeni wabo, yaye bawenza ongahlambulukanga ngendlela yabo nangezenzo zabo.+ Indlela yabo iye yanjengokungahlambuluki kokuba sexesheni phambi kwam.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share