Levitikus 12:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Thetha koonyana bakaSirayeli, uthi, ‘Ukuba umfazi ukhawule imbewu,+ wazala inkwenkwe, woba ngongahlambulukanga iintsuku ezisixhenxe; ukungahlambuluki kwakhe koba njengasemihleni yokungcola kwakhe xa esexesheni.+ Isaya 64:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kwaye siba njengalowo ungahlambulukanga, thina sonke, yaye zonke izenzo zethu zobulungisa zinjengesambatho samathuba okuba sexesheni;+ yaye siya kunyamalala njengamagqabi,+ thina sonke, neziphoso zethu ziya kusithwalela kude kanye njengomoya.+
2 “Thetha koonyana bakaSirayeli, uthi, ‘Ukuba umfazi ukhawule imbewu,+ wazala inkwenkwe, woba ngongahlambulukanga iintsuku ezisixhenxe; ukungahlambuluki kwakhe koba njengasemihleni yokungcola kwakhe xa esexesheni.+
6 Kwaye siba njengalowo ungahlambulukanga, thina sonke, yaye zonke izenzo zethu zobulungisa zinjengesambatho samathuba okuba sexesheni;+ yaye siya kunyamalala njengamagqabi,+ thina sonke, neziphoso zethu ziya kusithwalela kude kanye njengomoya.+