IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 94:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  8 Qondani, nina bangaqiqiyo phakathi kwabantu;+

      Nina ke ziyathandini, niya kuba nayo nini na ingqiqo?+

  • Yeremiya 5:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Abaprofeti okunene baprofeta ubuxoki;+ ke bona ababingeleli, bahamba besoyisa ngokwamandla abo.+ Kwaye abantu bam bathande ngaloo ndlela;+ yaye niya kwenza ntoni na ekupheleni kwako oku?”+

  • Yeremiya 12:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Abalusi abaninzi+ basonakalisile isidiliya sam;+ basinyathele isabelo sam.+ Isabelo sam esinqwenelekayo+ basiphethulele ekubeni yintlango yenkangala ephanzileyo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share