IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 24:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Yaye uYehova wamthumelela amatutu amaKhaledi+ namatutu amaSiriya namatutu amaMowabhi+ namatutu oonyana baka-Amoni, yaye waqhubeka ewathumela nxamnye noYuda ukuba amtshabalalise, ngokwelizwi likaYehova+ awalithethayo ngabakhonzi bakhe abaprofeti.

  • Hezekile 16:37
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 37 ke ngoko yabona, ndiqokelela ndawonye bonke abo uthandana nabo owawuyolisa kubo nabo bonke abo wawubathanda kunye nabo wawubathiyile, yaye ndiza kubaqokelela ndawonye nxamnye nawe bevela macala onke ndize ndibutyhile ubuze bakho kubo, babubone bonke ubuze bakho.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share